Get the latest opportunities by email
by subscribing to our daily updates

Zintoni izinto onokuzenza kweli xesha lokumiswa ngxi kwezinto?

Zeziphi iindawo ezizohlala zivuliwe?

Answer: 

Izinto zizohlala zimiswe ngxi kude kuphele iintsuku ezingama-21. Nazi izinto onokuzenza kweli xesha:

  • Ungafuna unnakekelo lonyango
  • Ungaya kwikhemesti
  • Ungathenga igrosari
  • Ungafumana uncedo kwibhanki
  • Ungafumana ipetroli​​​​​​​

Advertisement

Advertisement

Advertisement

Advertisement

Advertisement


Copyright: Portal Publishing cc | Privacy Policy | Terms of Use
Skills Portal | Careers Portal | Jobs Portal | Bursaries Portal | Skills Universe
COVID-19 Corona Virus South African Resource Portal