Get the latest opportunities by email
by subscribing to our daily updates

Yintoni isifo seCoronavirus?

Answer: 

Intsholongwane zecorona zixhaphake kwizilwanyana. Intsholongwane entsha yecorona yaziwa ngokuba yiCovid-19. LeCovid-19 yenza abantu bagule, babaneengxaki zempumlo, baphinde basokole nokuphefumla. Lendlela igulisa abantu ngayo yenza oogqirha bayifanise nefiva nenyumoniya.

 

 

 


Copyright: Portal Publishing cc | Privacy Policy | Terms of Use
Skills Portal | Careers Portal | Jobs Portal | Bursaries Portal | Skills Universe
COVID-19 Corona Virus South African Resource Portal